Levitikus 24:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ukwaphulwa ngokwaphulwa, iliso ngeliso, izinyo ngezinyo; njengoko amenzakalisileyo umntu, makwenziwe njalo nakuye.+ ABagwebi 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UAdoni-bhezeki wathi: “Bekukho amashumi asixhenxe ookumkani benqunyulwe oosithupha bezandla zabo noobhontsi beenyawo zabo bechola-chola ukutya phantsi kwetafile yam. Kanye ngendlela endenze ngayo, ngoko uThixo undibuyekezile.”+ Emva koko bamzisa eYerusalem+ waza wafela apho. Mateyu 5:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 “Nivile ukuba kwathiwa, ‘Iliso ngeliso nezinyo ngezinyo.’+
20 Ukwaphulwa ngokwaphulwa, iliso ngeliso, izinyo ngezinyo; njengoko amenzakalisileyo umntu, makwenziwe njalo nakuye.+
7 UAdoni-bhezeki wathi: “Bekukho amashumi asixhenxe ookumkani benqunyulwe oosithupha bezandla zabo noobhontsi beenyawo zabo bechola-chola ukutya phantsi kwetafile yam. Kanye ngendlela endenze ngayo, ngoko uThixo undibuyekezile.”+ Emva koko bamzisa eYerusalem+ waza wafela apho.