IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 21:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kodwa ukuba kubekho owenzakalayo wafa, uze unikele umphefumlo ngomphefumlo,+

  • Levitikus 24:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Umntu xa athe wasenzakalisa isinxulumani sakhe, kanye njengoko enze ngako yena, makwenziwe njalo nakuye.+

  • Duteronomi 19:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ze lingabi nasizi iliso lakho:+ umphefumlo wobuyiselwa ngomphefumlo, iliso ngeliso, izinyo ngezinyo, isandla ngesandla, unyawo ngonyawo.+

  • 1 Samuweli 15:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Noko ke, uSamuweli wathi: “Kanye njengoko ikrele lakho+ labahluthayo abafazi abantwana, ngaloo ndlela unyoko+ uya kuba ngoyena uhluthiweyo abantwana phakathi kwabafazi.”+ Waba ke uSamuweli uyamxhaxha uAgagi phambi koYehova eGiligali.+

  • Roma 2:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yaye uya kunika ngamnye ngokwemisebenzi yakhe:+

  • Galati 6:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share