Genesis 37:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Wasihlolisisa waza wadanduluka wathi: “Sisambatho eside sonyana wam! Umele ukuba uqwengwe lirhamncwa elikhohlakeleyo!+ Ngokuqinisekileyo uYosefu uqwengiwe!”+ Amosi 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Kanye njengoko umalusi exhwila emlonyeni wengonyama amanqina amabini okanye isicwili sendlebe,+ ngoko oonyana bakaSirayeli baya kuxhwilwa, abo bahlala eSamariya kwisingqengqelo esimbejembeje+ nakumandlalo waseDamasko.’+
33 Wasihlolisisa waza wadanduluka wathi: “Sisambatho eside sonyana wam! Umele ukuba uqwengwe lirhamncwa elikhohlakeleyo!+ Ngokuqinisekileyo uYosefu uqwengiwe!”+
12 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Kanye njengoko umalusi exhwila emlonyeni wengonyama amanqina amabini okanye isicwili sendlebe,+ ngoko oonyana bakaSirayeli baya kuxhwilwa, abo bahlala eSamariya kwisingqengqelo esimbejembeje+ nakumandlalo waseDamasko.’+