IMizekeliso 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nyana wam, ukuba aboni bazama ukukulukuhla, ungavumi.+ IMizekeliso 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ukuba bathi: “Hamba nathi. Masilalele igazi.+ Masilalele ngokufihlakeleyo abantu abamsulwa ngaphandle kwesizathu.+ 1 Korinte 15:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ningalahlekiswa. Unxulumano olubi lonakalisa imikhwa elungileyo.+ 1 Petros 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngenxa yokuba ningaqhubeki nibaleka kunye nabo kweli khondo ukuya kumgxobhozo ofanayo woburheletyo,+ babhidekile yaye bahamba benitshabhisa.+
11 Ukuba bathi: “Hamba nathi. Masilalele igazi.+ Masilalele ngokufihlakeleyo abantu abamsulwa ngaphandle kwesizathu.+
4 Ngenxa yokuba ningaqhubeki nibaleka kunye nabo kweli khondo ukuya kumgxobhozo ofanayo woburheletyo,+ babhidekile yaye bahamba benitshabhisa.+