IMizekeliso 25:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukuba okuthiyayo ulambile, mnike isonka adle; yaye ukuba unxaniwe, mnike amanzi asele.+ 1 Tesalonika 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Qinisekani ukuba akukho namnye ubuyisela ububi ngobubi nakubani na,+ kodwa hlalani niphuthuma okulungileyo omnye komnye nakubo bonke abanye.+
15 Qinisekani ukuba akukho namnye ubuyisela ububi ngobubi nakubani na,+ kodwa hlalani niphuthuma okulungileyo omnye komnye nakubo bonke abanye.+