IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 34:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Nomthi wasendle umele unike isiqhamo sawo,+ nelizwe liya kunikela imveliso yalo,+ yaye okunene ziya kuba semhlabeni wazo zinqabisekile.+ Ziya kwazi ukuba ndinguYehova ndakuzaphula iidyokhwe+ zazo kwaye ndizihlangule esandleni sabo babezisebenzisa njengamakhoboka.+

  • Hezekile 36:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ngokuqinisekileyo ndiya kusenza siphuphume isiqhamo emithini, nemveliso emasimini, ukuze ningaphindi namkeliswe ungcikivo lwendlala phakathi kweentlanga.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share