Levitikus 26:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 NdinguYehova uThixo wenu, onikhuphileyo ezweni laseYiputa ukuba ningabi ngamakhoboka awo,+ ndazaphula iidyokhwe zenu ndaza ndanihambisa nathi nkqo.+ Yeremiya 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “‘Kuba kwakudala ndayaphula idyokhwe yakho;+ ndaziqhawula izibopho zakho. Kodwa wathi: “Andizi kukhonza,” kuba walala wanaba+ phezu kweenduli zonke eziphakamileyo naphantsi kwemithi yonke enabileyo,+ uzenza unongogo.+ Hezekile 30:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye eTehafenesi+ okunene imini iya kuba mnyama, ekuzaphuleni kwam apho iidyokhwe zaseYiputa.+ Neqhayiya lamandla akhe okunene liya kuyekiswa apho.+ Ke yena, uya kugutyungelwa ngamafu,+ needolophu eziphantsi kwakhe ziya kuya ekuthinjweni.+
13 NdinguYehova uThixo wenu, onikhuphileyo ezweni laseYiputa ukuba ningabi ngamakhoboka awo,+ ndazaphula iidyokhwe zenu ndaza ndanihambisa nathi nkqo.+
20 “‘Kuba kwakudala ndayaphula idyokhwe yakho;+ ndaziqhawula izibopho zakho. Kodwa wathi: “Andizi kukhonza,” kuba walala wanaba+ phezu kweenduli zonke eziphakamileyo naphantsi kwemithi yonke enabileyo,+ uzenza unongogo.+
18 Yaye eTehafenesi+ okunene imini iya kuba mnyama, ekuzaphuleni kwam apho iidyokhwe zaseYiputa.+ Neqhayiya lamandla akhe okunene liya kuyekiswa apho.+ Ke yena, uya kugutyungelwa ngamafu,+ needolophu eziphantsi kwakhe ziya kuya ekuthinjweni.+