27 Nomthi wasendle umele unike isiqhamo sawo,+ nelizwe liya kunikela imveliso yalo,+ yaye okunene ziya kuba semhlabeni wazo zinqabisekile.+ Ziya kwazi ukuba ndinguYehova ndakuzaphula iidyokhwe+ zazo kwaye ndizihlangule esandleni sabo babezisebenzisa njengamakhoboka.+