Yeremiya 31:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuba emva kokubuya kwam ndazisola;+ emva kokwaziswa kwam ndazimpakaza ethangeni.+ Ndaba neentloni, ndaziva ndithotyiwe,+ kuba ndandithwele ungcikivo lobutsha bam.’”+ Hezekile 36:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Niya kubopheleleka ukuba nizikhumbule iindlela zenu ezimbi nezenzo zenu ezazingalunganga,+ yaye niya kubopheleleka ukuba nizive nizotheka ziziqu zenu ngenxa yeziphoso zenu nangenxa yezinto zenu ezicekisekayo.+
19 Kuba emva kokubuya kwam ndazisola;+ emva kokwaziswa kwam ndazimpakaza ethangeni.+ Ndaba neentloni, ndaziva ndithotyiwe,+ kuba ndandithwele ungcikivo lobutsha bam.’”+
31 Niya kubopheleleka ukuba nizikhumbule iindlela zenu ezimbi nezenzo zenu ezazingalunganga,+ yaye niya kubopheleleka ukuba nizive nizotheka ziziqu zenu ngenxa yeziphoso zenu nangenxa yezinto zenu ezicekisekayo.+