IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Abaseleyo kuni, baya kubola baphele+ emazweni eentshaba zenu ngenxa yesiphoso sabo. Ewe, nangenxa yesiphoso sooyise,+ baya kubola baphele kunye nabo.

  • Ezra 9:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ndahlabela mgama ndathi:+ “Owu Thixo wam, ndiziva ndineentloni+ ukuphakamisela ubuso bam kuwe, Thixo wam, kuba iziphoso zethu+ zandile phezu kwentloko yethu nokuba netyala kwethu kuye kwaba kukhulu kwafikelela nasemazulwini.+

  • Nehemiya 9:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “Noko ke, abazange bakuthobele+ baza bakuvukela+ baqhubeka bewunikela umva+ umthetho wakho, bababulala abaprofeti bakho,+ ababenikela ubungqina nxamnye nabo ukuze bababuyisele kuwe;+ yaye baqhubeka besenza izenzo zongakungabi nantlonelo okukhulu.+

  • Yeremiya 31:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Ngokuqinisekileyo ndimvile uEfrayim ebhomboloza esithi,+ ‘Undilungisile, ukuze ndilungiseke,+ njengethole lenkomo elingaqeqeshwanga.+ Ndibuyise, yaye ndiya kukulungela ukubuya,+ kuba unguYehova uThixo wam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share