IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 6:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye abasindileyo benu ngokuqinisekileyo baya kundikhumbula bephakathi kweentlanga abaya kube bethinjelwe kuzo,+ ngenxa yokuba ndaphukile entliziyweni yabo ehenyuzayo ephambukileyo kum+ nasemehlweni abo ahenyuzayo elandela izithixo zabo ezinezothe;+ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuziva bezothekile ebusweni babo ngenxa yezinto ezimbi abazenzileyo kuzo zonke izinto zabo ezicekisekayo.+

  • Hezekile 20:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 Yaye ngokuqinisekileyo niya kuzikhumbula apho iindlela zenu+ nazo zonke izenzo zenu enazenza iinqambi ngazo,+ nize okunene nizive nizothekile bubuso benu ngenxa yazo zonke izinto zenu ezimbi enizenzileyo.+

  • Zekariya 12:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Ndiza kuthululela phezu kwendlu kaDavide naphezu kwabemi baseYerusalem umoya wobabalo+ nezibongozo,+ kwaye ngokuqinisekileyo baya kukhangela kuLowo bamhlabayo,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kumenzela isijwili njengokwenzelwa isijwili konyana okuphela kwakhe; kuya kubakho isijwili esikrakra ngenxa yakhe njengaxa kukho isijwili esikrakra ngenxa yonyana olizibulo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share