IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 5:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “‘Ukuba, ke, awunako okwanele imvu,+ mawuzise kuYehova amahobe amabini asendle okanye amantshontsho amabini amavukuthu+ abe ngumnikelo wawo wetyala ngenxa yesono osenzileyo,+ elinye libe ngumnikelo wesono lize elinye libe ngumnikelo otshiswayo.

  • Levitikus 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “‘Ukuba ke awunandlela+ yakufumana amahobe amabini asendle okanye amantshontsho amabini amavukuthu, ngoko umele uzise umnikelo wesono osisahlulo seshumi se-efa+ yomgubo ocolekileyo, ibe ngumnikelo wawo lowo ngenxa yesono osenzileyo. Umele ungabeki oli+ phezu kwawo yaye ungabeki nentlaka yokuqhumisa phezu kwawo, kuba ngumnikelo wesono lowo.+

  • Levitikus 12:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kodwa ukuba akabanga nako ukufumana imvu, umele ke ngoko athabathe amahobe asendle abe mabini okanye amantshontsho amavukuthu abe mabini,+ elinye libe lelomnikelo otshiswayo lize elinye libe lelomnikelo wesono, aze umbingeleli amcamagushele,+ andule ke ahlambuluke.’”

  • Levitikus 14:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Noko ke, ukuba usisisweli+ yaye akanazinto zaneleyo,+ umele athabathe itakane legusha eliyinkunzi libe linye, enze ngalo umnikelo wetyala otshangatshangiswayo wokumcamagushela, nesahlulo seshumi se-efa yomgubo ocolekileyo ugalelwe ioli, sibe ngumnikelo wokudla okuziinkozo, nomlinganiselo weloge yeoli,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share