1 Samuweli 15:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Noko ke, uSamuweli wathi: “Kanye njengoko ikrele lakho+ labahluthayo abafazi abantwana, ngaloo ndlela unyoko+ uya kuba ngoyena uhluthiweyo abantwana phakathi kwabafazi.”+ Waba ke uSamuweli uyamxhaxha uAgagi phambi koYehova eGiligali.+
33 Noko ke, uSamuweli wathi: “Kanye njengoko ikrele lakho+ labahluthayo abafazi abantwana, ngaloo ndlela unyoko+ uya kuba ngoyena uhluthiweyo abantwana phakathi kwabafazi.”+ Waba ke uSamuweli uyamxhaxha uAgagi phambi koYehova eGiligali.+