IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 19:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Iimpazamo—ngubani na onokuziqonda?+

      Ndivakalise ndimsulwa ezonweni ezifihlakeleyo.+

  • Luka 12:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 Kodwa elo lingaqondanga+ laza ngoko lenza izinto ezifanelwe yimivumbo liya kubethwa embalwa.+ Eneneni, wonk’ ubani onikwe okuninzi, kuya kufunwa okuninzi+ kuye; nalowo abantu bambeke ukuba aphathe okuninzi, baya kufuna okungakumbi kunokuqhelekileyo kuye.+

  • Hebhere 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Uyakwazi ukuqhubana ngobungcathu kunye nabangenalwazi nabo benza iziphoso ekubeni naye enobuthathaka bakhe,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share