Levitikus 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 saziwa isono esenzileyo,+ ngoko ibandla limele lisondeze ithole lenkomo eliyinkunzi libe ngumnikelo wesono lize lilizise phambi kwentente yokuhlangana. Hebhere 7:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Akuyomfuneko ngaye, njengoko kunjalo ngabo babingeleli bakhulu, ukuba anikele imibingelelo mihla le,+ kuqala ngenxa yezono zakhe+ kwanangenxa yezo zabantu:+ (kuba oku wakwenza kwaba kanye+ xa wazinikelayo+ yena ngokwakhe;)
14 saziwa isono esenzileyo,+ ngoko ibandla limele lisondeze ithole lenkomo eliyinkunzi libe ngumnikelo wesono lize lilizise phambi kwentente yokuhlangana.
27 Akuyomfuneko ngaye, njengoko kunjalo ngabo babingeleli bakhulu, ukuba anikele imibingelelo mihla le,+ kuqala ngenxa yezono zakhe+ kwanangenxa yezo zabantu:+ (kuba oku wakwenza kwaba kanye+ xa wazinikelayo+ yena ngokwakhe;)