Eksodus 23:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa ngowesixhenxe unyaka wowushiya ungalinywanga uze uwuyeke ube lifusi,+ ukuze adle kuwo amahlwempu abantu bakowenu; yaye okuseleyo kubo kuya kudliwa ngamarhamncwa asendle.+ Uze wenjenjalo ke kwisidiliya sakho nakwigcume lomnquma wakho. Levitikus 23:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “‘Ekuvuneni kwenu isivuno selizwe lenu, uze ungavuni ngokupheleleyo ekupheleni kwentsimi yakho, yaye ungayibhikici intsimi yakho.+ Ufanele ushiyele oxhwalekileyo+ nomphambukeli.+ NdinguYehova uThixo wakho.’” Duteronomi 24:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Xa uthe wasivuna isivuno sakho entsimini yakho,+ walibala isithungu entsimini, uze ungabuyi uye kusithabatha. Soba sesomphambukeli nenkwenkwe engenayise nomhlolokazi;+ ukuze uYehova uThixo wakho akusikelele kuko konke esikwenzayo isandla sakho.+
11 Kodwa ngowesixhenxe unyaka wowushiya ungalinywanga uze uwuyeke ube lifusi,+ ukuze adle kuwo amahlwempu abantu bakowenu; yaye okuseleyo kubo kuya kudliwa ngamarhamncwa asendle.+ Uze wenjenjalo ke kwisidiliya sakho nakwigcume lomnquma wakho.
22 “‘Ekuvuneni kwenu isivuno selizwe lenu, uze ungavuni ngokupheleleyo ekupheleni kwentsimi yakho, yaye ungayibhikici intsimi yakho.+ Ufanele ushiyele oxhwalekileyo+ nomphambukeli.+ NdinguYehova uThixo wakho.’”
19 “Xa uthe wasivuna isivuno sakho entsimini yakho,+ walibala isithungu entsimini, uze ungabuyi uye kusithabatha. Soba sesomphambukeli nenkwenkwe engenayise nomhlolokazi;+ ukuze uYehova uThixo wakho akusikelele kuko konke esikwenzayo isandla sakho.+