Eksodus 16:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bathi bakuyibona oonyana bakaSirayeli, bathi omnye komnye: “Yintoni le?” Kuba babengazi ukuba yintoni na. Ngoko ke wathi uMoses kubo: “Sisonka aninike sona uYehova ukuba nisidle.+ Numeri 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kungokunje umphefumlo wethu womile. Amehlo ethu awaboni nto yimbi ngaphandle kwale mana.”+ INdumiso 78:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Waqhubeka ebanisela imana ukuba badle,+Waza wabanika nokudla okuziinkozo kwezulu.+
15 Bathi bakuyibona oonyana bakaSirayeli, bathi omnye komnye: “Yintoni le?” Kuba babengazi ukuba yintoni na. Ngoko ke wathi uMoses kubo: “Sisonka aninike sona uYehova ukuba nisidle.+