IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 21:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Baza bathetha abantu nxamnye noThixo+ noMoses bathi:+ “Yini na ukuba nisinyuse eYiputa ukuba size kufela entlango?+ Ngokuba akukho sonka namanzi apha,+ yaye umphefumlo wethu uyasenyanya esi sonka sinkatshunkatshu.”+

  • Duteronomi 8:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 owakudlisa imana+ entlango, nto leyo babengayazi ooyihlo, ukuze akuthobe,+ akuvavanye, ukuba akwenzele okulungileyo kamva;+

  • Yoshuwa 5:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngoko imana yaphela kusuku olulandelayo bakuba bedle enye yemveliso yelizwe, yaye imana ayizange ibekho kwakhona koonyana bakaSirayeli,+ baza badla enye yemveliso yelizwe lakwaKanan ngaloo nyaka.+

  • Yohane 6:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ookhokho bethu badla imana+ entlango, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa, ‘Wabanika isonka esivela ezulwini ukuba batye.’”+

  • Yohane 6:58
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 58 Siso esi isonka esehla sivela ezulwini. Akukho njengaxa ookhokho benu batyayo ukanti bafa. Lowo usityayo esi sonka uya kuphila ngonaphakade.”+

  • 1 Korinte 10:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 kwaye bonke batya ukutya kokomoya okufanayo+

  • Hebhere 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Lalinesiqhumiso segolide+ netyeya yomnqophiso+ eyalekwe macala onke ngegolide,+ kukho kuyo ingqayi yegolide inemana+ kunye nentonga ka-Aron eyayimile amathupha+ kunye namacwecwe+ omnqophiso;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share