IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 22:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kodwa wathi uThixo kuBhileham: “Uze ungahambi nabo. Uze ungabaqalekisi abo bantu,+ kuba basikelelwe.”+

  • Duteronomi 23:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 ngenxa yokuba abazange banincede+ ngokuninika isonka namanzi endleleni ekuphumeni kwenu eYiputa,+ nangenxa yokuba bakuqeshela uBhileham unyana kaBhehore wasePetore eMesopotamiya ukuba akuqalekise.+

  • INtshumayeli 9:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuko oku okuyintlekele kuko konke okwenzekayo phantsi kwelanga, ukuthi, ngenxa yokuba kukho isiphelo esinye kubo bonke,+ ngoko intliziyo yoonyana babantu izaliswe bububi;+ yaye kukho impambano+ entliziyweni yabo ebudeni bexesha lokudla kwabo ubomi, baze emva koko—baye kwabafileyo!+

  • 2 Petros 2:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Bawushiyile umendo othe tye, balahlekiswa. Balandele umendo kaBhileham,+ unyana kaBhehore, owathanda umvuzo wokwenza ububi,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share