Yobhi 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Abancinane nabakhulu balapho ngokufanayo,+Yaye ikhoboka likhululwe enkosini yalo. Yobhi 14:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa indoda eyomeleleyo iyafa ize ilale yoyisiwe;Yaye umntu wasemhlabeni uyabhubha, yaye uphi na?+ INtshumayeli 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ndathi ke mna entliziyweni yam:+ “Njengoko isiphelo sisifikela isidenge+ siya kundifikela nam, ewe, mna.”+ Kutheni, ke ngoko, ndiye ndalumka kakhulu+ ngelo xesha? Ndaza ndathi entliziyweni yam: “Kwanako oku kungamampunge.”
10 Kodwa indoda eyomeleleyo iyafa ize ilale yoyisiwe;Yaye umntu wasemhlabeni uyabhubha, yaye uphi na?+
15 Ndathi ke mna entliziyweni yam:+ “Njengoko isiphelo sisifikela isidenge+ siya kundifikela nam, ewe, mna.”+ Kutheni, ke ngoko, ndiye ndalumka kakhulu+ ngelo xesha? Ndaza ndathi entliziyweni yam: “Kwanako oku kungamampunge.”