IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 25:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 “‘Xa athe umzalwana wakho wahlwempuzeka waza wathengisa ngenxalenye yelifa lakhe, makeze umhlawuleli ohlobene ngokusondeleyo naye aze ayithenge kwakhona loo nto ayithengisileyo umzalwana wakhe.+

  • Levitikus 25:49
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 49 Nokuba nguyisekazi okanye unyana kayisekazi angamthenga kwakhona, okanye nasiphi na isalamane segazi senyama yakhe,+ entsatsheni yakowabo, singamthenga kwakhona.

      “‘Okanye ukuba isandla sakhe sithe satyeba, angazithenga kwakhona yena ngokwakhe.+

  • Rute 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko wathi kumhlawuleli:+ “Isiziba somhlaba womntakwethu uElimeleki,+ uNahomi, obuyileyo kwilizwe lakwaMowabhi,+ umele asithengise.

  • Yeremiya 32:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ekuhambeni kwexesha uHanameli unyana kabawokazi wafika kum, ngokwelizwi likaYehova, kwiNtendelezo Yabalindi,+ waza wathi kum: “Khawuncede, uthenge intsimi yam eseAnatoti,+ leyo ikwilizwe lakwaBhenjamin,+ kuba ilungelo lelifa lelakho, negunya lokuhlawulela lelakho. Zithengele yona.” Ndazi ke ngoko ukuba yayililizwi likaYehova eli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share