Rute 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ke kaloku kwathi ngemihla abagwebi+ babesenza okusesikweni kwabakho indlala+ elizweni, kwaye indoda yasuka eBhetelehem+ yelakwaYuda yaya kuhlala njengomphambukeli kumhlaba wakwaMowabhi,+ yona nomfazi wayo noonyana bayo ababini. Rute 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye wasuka noomolokazana bakhe wabuya kumhlaba wakwaMowabhi, kuba wayevile emhlabeni wakwaMowabhi ukuba uYehova wayephethulele ingqalelo yakhe ebantwini bakhe+ ngokubanika isonka.+
1 Ke kaloku kwathi ngemihla abagwebi+ babesenza okusesikweni kwabakho indlala+ elizweni, kwaye indoda yasuka eBhetelehem+ yelakwaYuda yaya kuhlala njengomphambukeli kumhlaba wakwaMowabhi,+ yona nomfazi wayo noonyana bayo ababini.
6 Yaye wasuka noomolokazana bakhe wabuya kumhlaba wakwaMowabhi, kuba wayevile emhlabeni wakwaMowabhi ukuba uYehova wayephethulele ingqalelo yakhe ebantwini bakhe+ ngokubanika isonka.+