Numeri 27:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko wathi uYehova kuMoses: “Zithabathele uYoshuwa unyana kaNun, indoda okuyo umoya,+ umbeke isandla;+ INdumiso 31:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndiwuyekela esandleni sakho umoya wam.+Undikhulule,+ Yehova THIXO wenyaniso.+ INdumiso 104:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ukuba uyabufihla ubuso bakho, ziyaphazamiseka.+Ukuba uyawususa umoya wazo, ziyabhubha,+Zibuyele eluthulini lwazo.+
18 Ngoko wathi uYehova kuMoses: “Zithabathele uYoshuwa unyana kaNun, indoda okuyo umoya,+ umbeke isandla;+
29 Ukuba uyabufihla ubuso bakho, ziyaphazamiseka.+Ukuba uyawususa umoya wazo, ziyabhubha,+Zibuyele eluthulini lwazo.+