Numeri 14:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ke yena umkhonzi wam uKalebhi,+ ngenxa yokuba eye waba nomoya owahlukileyo waza wandilandela ngokupheleleyo,+ ndiya kumngenisa ngokuqinisekileyo ezweni aye waya kulo, ilidle ilifa inzala yakhe.+ 2 Kumkani 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwathi kamsinya nje bakuba bewelile uEliya wathi kuElisha: “Cela into emandikwenzele yona ngaphambi kokuba ndithatyathwe kuwe.”+ Waza wathi uElisha: “Ndicela ukuba iinxalenye ezimbini+ zomoya wakho+ zize kum.”+ Luka 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kanjalo, uya kuhamba phambi kwakhe enomoya namandla kaEliya,+ ukuze azibuyisele iintliziyo+ zooyise kubantwana nabo bangathobeliyo kubo ubulumko bobuqili babo bangamalungisa, ukuze alungiselele uYehova+ isizwana esilungisiweyo.”+
24 Ke yena umkhonzi wam uKalebhi,+ ngenxa yokuba eye waba nomoya owahlukileyo waza wandilandela ngokupheleleyo,+ ndiya kumngenisa ngokuqinisekileyo ezweni aye waya kulo, ilidle ilifa inzala yakhe.+
9 Kwathi kamsinya nje bakuba bewelile uEliya wathi kuElisha: “Cela into emandikwenzele yona ngaphambi kokuba ndithatyathwe kuwe.”+ Waza wathi uElisha: “Ndicela ukuba iinxalenye ezimbini+ zomoya wakho+ zize kum.”+
17 Kanjalo, uya kuhamba phambi kwakhe enomoya namandla kaEliya,+ ukuze azibuyisele iintliziyo+ zooyise kubantwana nabo bangathobeliyo kubo ubulumko bobuqili babo bangamalungisa, ukuze alungiselele uYehova+ isizwana esilungisiweyo.”+