Duteronomi 34:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza uYoshuwa unyana kaNun wazala ngumoya wobulumko,+ ngokuba uMoses wayembeke isandla;+ bamphulaphula ke oonyana bakaSirayeli baza benza kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.+ IZenzo 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 bababeka phambi kwabapostile, baza, emva kokuba bethandazile, bababeka izandla.+ 1 Timoti 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Musa ukungasikhathaleli isiphiwo+ esikuwe owasinikwa ngoko kwakuxelwe kwangaphambili+ naxa iqumrhu lamadoda amakhulu lakubeka izandla.+
9 Waza uYoshuwa unyana kaNun wazala ngumoya wobulumko,+ ngokuba uMoses wayembeke isandla;+ bamphulaphula ke oonyana bakaSirayeli baza benza kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.+
14 Musa ukungasikhathaleli isiphiwo+ esikuwe owasinikwa ngoko kwakuxelwe kwangaphambili+ naxa iqumrhu lamadoda amakhulu lakubeka izandla.+