Numeri 16:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Bawa ngobuso bathi: “Owu Thixo, Thixo woomoya benyama yonke,+ kone umntu wamnye nje ucaphukela indibano iphela na?”+ Yobhi 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Osesandleni sakhe umphefumlo+ wakhe wonk’ ubani ophilayoNomoya wayo yonke inyama yabantu?+
22 Bawa ngobuso bathi: “Owu Thixo, Thixo woomoya benyama yonke,+ kone umntu wamnye nje ucaphukela indibano iphela na?”+