Genesis 18:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko uAbraham wasondela waza wathi: “Ngaba ngokwenene uya kulitshayela ilungisa kunye nongendawo kusini na?+ 2 Samuweli 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Waza wathi uDavide kuYehova, xa wabona ingelosi eyayixabela abantu, ewe, wathi: “Yabona, ndim owonileyo yaye ndim owenze ububi; kodwa ezi zimvu+—zenze ntoni na? Khawuncede, isandla sakho masibe phezu kwam+ naphezu kwendlu kabawo.”
23 Ngoko uAbraham wasondela waza wathi: “Ngaba ngokwenene uya kulitshayela ilungisa kunye nongendawo kusini na?+
17 Waza wathi uDavide kuYehova, xa wabona ingelosi eyayixabela abantu, ewe, wathi: “Yabona, ndim owonileyo yaye ndim owenze ububi; kodwa ezi zimvu+—zenze ntoni na? Khawuncede, isandla sakho masibe phezu kwam+ naphezu kwendlu kabawo.”