IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 27:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Makathi ke uYehova uTHIXO woomoya+ benyama yonke+ amisele indoda yokuvelela indibano+

  • Yobhi 12:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Osesandleni sakhe umphefumlo+ wakhe wonk’ ubani ophilayo

      Nomoya wayo yonke inyama yabantu?+

  • INtshumayeli 3:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Siyafana isiphelo soonyana boluntu nesiphelo sesilo.+ Njengoko kunjalo ukufa kwaso, kunjalo nokufa kwabo;+ yaye zonke zinomoya omnye,+ khon’ ukuze kungabikho kongama komntu kunesilo, ngokuba yonk’ into ingamampunge.

  • INtshumayeli 12:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngoko uthuli lubuyela emhlabeni+ njengoko lwalunjalo nomoya+ ubuyele kuTHIXO oyinyaniso+ owawunikayo.+

  • Zekariya 12:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Isibhengezo:

      “Ilizwi likaYehova ngokuphathelele uSirayeli,” utsho uYehova, Lowo waneka amazulu+ nobeka isiseko somhlaba+ noyila umoya+ womntu ngaphakathi kwakhe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share