Numeri 13:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Noko ke uKalebhi+ wazama ukubazolisa abantu phambi koMoses wathi: “Masinyuke singqale, silihluthe, ngokuba ngokuqinisekileyo sinako ukuloyisa.”+ Numeri 14:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ke yena umkhonzi wam uKalebhi,+ ngenxa yokuba eye waba nomoya owahlukileyo waza wandilandela ngokupheleleyo,+ ndiya kumngenisa ngokuqinisekileyo ezweni aye waya kulo, ilidle ilifa inzala yakhe.+ Duteronomi 1:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 ngaphandle kukaKalebhi unyana kaYefune.+ Uya kulibona yena, ndiya kulinika yena noonyana bakhe ilizwe awanyathela phezu kwalo, ngenxa yokuba emlandele ngokupheleleyo uYehova.+ Yoshuwa 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwaye abazalwana bam ababenyuke nam bayinyibilikisa intliziyo yabantu;+ mna ke, ndamlandela ngokupheleleyo uYehova uThixo wam.+
30 Noko ke uKalebhi+ wazama ukubazolisa abantu phambi koMoses wathi: “Masinyuke singqale, silihluthe, ngokuba ngokuqinisekileyo sinako ukuloyisa.”+
24 Ke yena umkhonzi wam uKalebhi,+ ngenxa yokuba eye waba nomoya owahlukileyo waza wandilandela ngokupheleleyo,+ ndiya kumngenisa ngokuqinisekileyo ezweni aye waya kulo, ilidle ilifa inzala yakhe.+
36 ngaphandle kukaKalebhi unyana kaYefune.+ Uya kulibona yena, ndiya kulinika yena noonyana bakhe ilizwe awanyathela phezu kwalo, ngenxa yokuba emlandele ngokupheleleyo uYehova.+
8 Kwaye abazalwana bam ababenyuke nam bayinyibilikisa intliziyo yabantu;+ mna ke, ndamlandela ngokupheleleyo uYehova uThixo wam.+