Eksodus 12:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Banduluka ke oonyana bakaSirayeli eRameses+ baya eSukoti,+ bengamadoda omeleleyo angamakhulu amathandathu amawaka ehamba ngeenyawo, ngaphandle kwabantwana.+
37 Banduluka ke oonyana bakaSirayeli eRameses+ baya eSukoti,+ bengamadoda omeleleyo angamakhulu amathandathu amawaka ehamba ngeenyawo, ngaphandle kwabantwana.+