IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 25:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngoku ke uSirayeli wayehlala eShitim.+ Baqala abantu baba neentlobano zokuziphatha okubi neentombi zakwaMowabhi.+

  • Yoshuwa 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wandula ke uYoshuwa unyana kaNun wathuma ngokufihlakeleyo amadoda amabini aseShitim+ njengeentlola, esithi: “Hambani, niye kukhangela ilizwe neYeriko.” Ngoko ke ahamba aza afika endlwini yebhinqa elingunongogo eligama lalo linguRahabhi,+ alalisa apho.

  • Mika 6:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Owu bantu bam, khanincede,+ nikhumbule oko uBhalaki ukumkani wakwaMowabhi wakucebayo,+ noko uBhileham unyana kaBhehore wamphendula ngako.+ KwakuseShitim,+ ukuya kutsho eGiligali,+ ukuze izenzo zikaYehova zobulungisa zaziwe.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share