IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 30:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Wena ke, wobuya uliphulaphule ilizwi likaYehova, uyenze yonke imiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje.+

  • Yoshuwa 22:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kuphela lumkani niwuphumeze umyalelo+ nomthetho uMoses umkhonzi kaYehova awaniyalela wona ngokumthanda uYehova uThixo wenu+ nangokuhamba ezindleleni zakhe zonke+ nangokugcina imiyalelo yakhe+ nangokunamathela kuye+ nangokumkhonza+ ngentliziyo yenu yonke+ nangomphefumlo wenu wonke.”+

  • INtshumayeli 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share