IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Wambiza uMoses uSirayeli+ wonke, wathi kuye: “Yiva, Sirayeli, imimiselo nezigwebo+ endizithethayo ezindlebeni zenu namhlanje, nize nizifunde, nizenze ngenyameko.+

  • Duteronomi 6:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 La mazwi ndikuyalela wona namhlanje amele abe sentliziyweni yakho;+

  • Duteronomi 12:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Onke amazwi endiniyalela wona nize niwenze ngenyameko.+ Ningongezi kuwo yaye ninganciphisi kuwo.+

  • 2 Kumkani 21:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Andiyi kuphinda kwakhona ndilwenze unyawo lukaSirayeli lubhadule emhlabeni endawunika ookhokho bakhe,+ kuphela nje ukuba uye wanyameka ukwenza ngokuvisisana nako konke endimyalela kona,+ nangokuphathelele wonke umthetho uMoses umkhonzi wam awamyalela wona.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share