-
ABagwebi 16:17INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
17 Ekugqibeleni wayityhila yonke intliziyo yakhe+ kuye waza wathi kuye: “Incakuba+ ayizange ifike entlokweni yam, ngenxa yokuba ndingumNaziri kaThixo kusukela ndisesesiswini sikama.+ Ukuba ndithe ndachetywa, namandla am aya kumka kum ngokuqinisekileyo, yaye ndiya kuba buthathaka ndize ndibe njengabanye abantu bonke.”+
-