7 Kodwa uthe kum, ‘Khangela! Uya kumitha, kwaye ngokuqinisekileyo uya kuzala unyana.+ Ke kaloku ungaseli wayini okanye siselo sinxilisayo, yaye ungadli nto ingahlambulukanga, ngenxa yokuba umntwana lowo uya kuba ngumNaziri kaThixo ekuphumeni kwakhe esiswini de kube yimini yokufa kwakhe.’”+