Eksodus 12:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ze kungafunyanwa gwele ezindlwini zenu iintsuku ezisixhenxe, kuba nabani na ongcamla oko kunegwele, nokuba ngumphambukeli okanye inzalelwane yelizwe,+ umele unqunyulwe loo mphefumlo kwindibano yakwaSirayeli.+ Eksodus 12:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Xa athe owasemzini wahlala nani njengomphambukeli, kwaye eza kuyibhiyozela ipasika kuYehova, mayaluswe yonke into eyindoda kuye.+ Angandula ke aqale ukusondela ukuze ayibhiyozele; yaye woba njengenzalelwane yelizwe. Kodwa akukho mntu ungalukanga umele adle kuyo.
19 Ze kungafunyanwa gwele ezindlwini zenu iintsuku ezisixhenxe, kuba nabani na ongcamla oko kunegwele, nokuba ngumphambukeli okanye inzalelwane yelizwe,+ umele unqunyulwe loo mphefumlo kwindibano yakwaSirayeli.+
48 Xa athe owasemzini wahlala nani njengomphambukeli, kwaye eza kuyibhiyozela ipasika kuYehova, mayaluswe yonke into eyindoda kuye.+ Angandula ke aqale ukusondela ukuze ayibhiyozele; yaye woba njengenzalelwane yelizwe. Kodwa akukho mntu ungalukanga umele adle kuyo.