IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 10:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 namaYebhusi+ nama-Amori+ namaGirgashi

  • Eksodus 23:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kuba ingelosi yam yohamba phambi kwakho, ikufikise ngenene kuma-Amori namaHiti namaPerizi namaKanan namaHivi namaYebhusi, ndiwatshayele kuthi tu.+

  • Duteronomi 7:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Xa athe uYehova uThixo wakho ekugqibeleni wakungenisa kulo ilizwe oya kulo ukuba ulidle ilifa,+ uya kususa iintlanga ezininzi phambi kwakho,+ amaHiti+ namaGirgashi+ nama-Amori+ namaKanan+ namaPerizi+ namaHivi+ namaYebhusi,+ iintlanga ezisixhenxe ezininzi nezinamandla kunawe.+

  • ABagwebi 1:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Yaye oonyana bakaBhenjamin abazange bawagxothe amaYebhusi awayengabemi eYerusalem;+ kodwa amaYebhusi asaqhubeka ehlala noonyana bakaBhenjamin eYerusalem de kube namhla.+

  • 2 Samuweli 5:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko uDavide wathi ngaloo mini: “Nabani na oxabela amaYebhusi,+ makahambe ngembobo yamanzi,+ aye kuhlangabezana neziqhwala neemfama, ezithiyekileyo emphefumlweni kaDavide!” Kungenxa yoko le nto bathi: “Lowo uyimfama nosisiqhwala abayi kungena endlwini.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share