2 Kumkani 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke eminye imicimbi kaHezekiya namandla akhe onke nendlela awenza ngayo ichibi+ nomsele+ waza wezisa amanzi esixekweni, azibhalwanga na encwadini+ yemicimbi yookumkani bakwaYuda? 2 Kronike 32:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 UHezekiya nguye owavingca+ umthombo ophezulu wamanzi+ aseGihon+ waza wawadlulisela ngqo entshona kwisiXeko sikaDavide,+ yaye uHezekiya waqhubeka ephumelela kuwo wonke umsebenzi wakhe.+
20 Ke eminye imicimbi kaHezekiya namandla akhe onke nendlela awenza ngayo ichibi+ nomsele+ waza wezisa amanzi esixekweni, azibhalwanga na encwadini+ yemicimbi yookumkani bakwaYuda?
30 UHezekiya nguye owavingca+ umthombo ophezulu wamanzi+ aseGihon+ waza wawadlulisela ngqo entshona kwisiXeko sikaDavide,+ yaye uHezekiya waqhubeka ephumelela kuwo wonke umsebenzi wakhe.+