-
1 Kronike 21:17INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
17 UDavide wathi kuTHIXO oyinyaniso: “Asindim na othe makubalwe abantu, yaye asindim na owonileyo ndaza ngokungathandabuzekiyo ndenza okubi?+ Ke zona ezi zimvu,+ zenze ntoni na? Owu Yehova Thixo wam, khawuncede, isandla sakho masibe phezu kwam nendlu kabawo; kodwa isibetho masingafikeli abantu bakho.”+
-