Numeri 26:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko ke umhlaba wawuvula umlomo wawo waza wabaginya.+ UKora yena, wafa ekufeni kwendibano ngethuba umlilo wadla amadoda angamakhulu amabini anamashumi mahlanu.+ Yaye aba ngumfuziselo.+ Duteronomi 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 noko wakwenzayo kuDatan noAbhiram+ oonyana bakaEliyabhi unyana kaRubhen, xa umhlaba wawuvulayo umlomo wawo waza wabaginya, phambi kukaSirayeli wonke, bona nezindlu zabo neentente zabo nento yonke eyabalandelayo);+ INdumiso 106:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wandula ke umhlaba wavuleka waza waginya uDatan,+Waza waligubungela ibandla lika-Abhiram.+
10 Ngoko ke umhlaba wawuvula umlomo wawo waza wabaginya.+ UKora yena, wafa ekufeni kwendibano ngethuba umlilo wadla amadoda angamakhulu amabini anamashumi mahlanu.+ Yaye aba ngumfuziselo.+
6 noko wakwenzayo kuDatan noAbhiram+ oonyana bakaEliyabhi unyana kaRubhen, xa umhlaba wawuvulayo umlomo wawo waza wabaginya, phambi kukaSirayeli wonke, bona nezindlu zabo neentente zabo nento yonke eyabalandelayo);+