Numeri 16:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 kwaneengcedevu zaba bantu bonileyo nxamnye nemiphefumlo yabo.+ Yaye bamele bazenze iipleyiti zesinyithi ezicekethekileyo zokwaleka isibingelelo,+ ngokuba bazisondeze phambi koYehova, zangcwaliswa; zoba ngumqondiso koonyana bakaSirayeli.’”+ Hezekile 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye ndimele ndibhekise ubuso bam kuloo ndoda+ ndize ndiyibeke njengomqondiso+ nomzekelo,+ ndiyinqumle phakathi kwabantu bam;+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova.”’+ 1 Korinte 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku ezi zinto zabahlela njengemizekelo, yaye zabhalelwa ukulumkisa+ thina bafikelwe ziziphelo zeenkqubo zezinto.+ 2 Petros 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 yaye wazigwebela+ isohlwayo izixeko iSodom neGomora ngokuthi azifinyeze zibe luthuthu, emisela abantu abangenabuthixo umzekelo wezinto eziza kuza;+
38 kwaneengcedevu zaba bantu bonileyo nxamnye nemiphefumlo yabo.+ Yaye bamele bazenze iipleyiti zesinyithi ezicekethekileyo zokwaleka isibingelelo,+ ngokuba bazisondeze phambi koYehova, zangcwaliswa; zoba ngumqondiso koonyana bakaSirayeli.’”+
8 Yaye ndimele ndibhekise ubuso bam kuloo ndoda+ ndize ndiyibeke njengomqondiso+ nomzekelo,+ ndiyinqumle phakathi kwabantu bam;+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova.”’+
11 Ke kaloku ezi zinto zabahlela njengemizekelo, yaye zabhalelwa ukulumkisa+ thina bafikelwe ziziphelo zeenkqubo zezinto.+
6 yaye wazigwebela+ isohlwayo izixeko iSodom neGomora ngokuthi azifinyeze zibe luthuthu, emisela abantu abangenabuthixo umzekelo wezinto eziza kuza;+