IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 10:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Wathi uMoses kuAron nakwabanye oonyana bakhe uEleyazare noItamare: “Musani ukuziyeka zingalungiswanga iintloko zenu,+ ningazikrazuli izambatho zenu, ukuze ningafi nokuze ukucaphuka kwakhe kungayifikeli indibano yonke;+ kodwa bona abazalwana benu bendlu kaSirayeli iphela bangabalilela abo batshileyo, betshiswa nguYehova.

  • Numeri 1:53
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 53 Ke bona abaLevi bafanele bayimise eyabo inkampu ijikeleze umnquba weSingqino, ukuze ingafikelwa yingqumbo+ indibano yoonyana bakaSirayeli; yaye abaLevi bamele bayigcine inkonzo yomnquba weSingqino.”+

  • Numeri 18:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Nize niyigcine imbopheleleko yenu endaweni engcwele+ nembopheleleko yenu esibingelelweni,+ ukuze ndingacatshukiswa kwakhona+ ngoonyana bakaSirayeli.

  • 1 Kronike 27:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 UYowabhi+ unyana kaTseruya waqalisa ukubala, kodwa akagqiba;+ yaye ngenxa yoku wacaphuka+ uSirayeli, alaziswa inani engxelweni yemicimbi yemihla kaKumkani uDavide.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share