IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 27:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “‘Lizibulo lodwa lesilo, elizalwa njengezibulo likaYehova,+ elingayi kungcwaliswa mntu. Nokuba liyinkunzi yenkomo okanye liyimvu, lelikaYehova.+

  • Numeri 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuba onke amazibulo ngawam.+ Mhla ndawaxabelayo onke amazibulo ezweni laseYiputa+ ndazingcwalisela onke amazibulo kwaSirayeli ukususela emntwini kuse kwisilo.+ Aya kuba ngawam. NdinguYehova.”

  • Numeri 18:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Yonke into evula isibeleko,+ yalo lonke uhlobo lwenyama, abaya kuyisondeza kuYehova, ebantwini nakwizilo, yoba yeyakho. Noko ke, wona amazibulo abantu+ umele uwakhulule; namazibulo ezilo ezingahlambulukanga ufanele uwakhulule+.

  • Duteronomi 15:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Onke amazibulo angamaduna athe azalwa ngumhlambi wakho weenkomo nangumhlambi wakho weegusha ufanele uwangcwalisele uYehova uThixo wakho.+ Uze ungalisebenzisi izibulo lenkunzi yakho yenkomo, yaye ungalichebi izibulo lomhlambi wakho weegusha.+

  • Luka 2:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 kanye njengoko kubhaliwe emthethweni kaYehova kwathiwa: “Yonke into eliduna evula isibeleko imele ibizwe ngokuthi ingcwele kuYehova,”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share