IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 17:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Xa ithe yakunqabela indlela yokugweba umbandela othile,+ obandakanya ukuphalazwa kwegazi,+ okanye ibango elisemthethweni,+ okanye isenzo sogonyamelo, okanye impikiswano,+ emasangweni akho, uze usuke unyuke uye kuloo ndawo aya kuyinyula uYehova uThixo wakho,+

  • Yoshuwa 20:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye simele sisabele+ kwesinye sezi zixeko, sime esangweni+ lesixeko size siwathethe ezindlebeni zamadoda amakhulu+ esixeko eso amazwi aso; kwaye afanele asamkelele esixekweni ngokwawo aze asinike indawo yokuhlala kunye nawo.

  • 2 Kronike 19:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ke wona onke amatyala aza kuza kuni awabazalwana benu abahlala ezixekweni zabo, abandakanya ukuphalazwa kwegazi,+ abandakanya umthetho+ nomyalelo+ nemimiselo+ nezigwebo,+ nimele nibalumkise ukuba bangenzi okubi nxamnye noYehova nokucaphuka+ kungabikho nxamnye nani nabazalwana benu. Leyo yindlela enifanele nenze ngayo ukuze ningabangeli tyala.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share