IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 21:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Wolisusa ke wena ityala legazi elimsulwa phakathi kwakho,+ xa uthe wenza okulungileyo emehlweni kaYehova.+

  • 2 Kumkani 21:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kwakukho negazi elimsulwa elininzi elaphalazwa+ nguManase, de wayizalisa iYerusalem ukusuka kwelinye icala kuse kwelinye, ngaphandle kwesono sakhe awamonisa ngaso uYuda ngokwenza okubi emehlweni kaYehova.+

  • IMizekeliso 6:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 ngamehlo aziphakamisayo,+ lulwimi oluxokayo,+ nezandla eziphalaza igazi elimsulwa,+

  • Yeremiya 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 ukuba akukho mphambukeli, akukho nkwenkwe engenayise kwaye akukho mhlolokazi niya kumcinezela,+ negazi elimsulwa aniyi kuliphalaza kule ndawo,+ yaye aniyi kuhamba emva kwabanye oothixo kuze oko kube yintlekele kuni,+

  • Yona 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye amemeza kuYehova esithi:+ “Awu, Yehova, nceda, masingatshabalali ngenxa yomphefumlo wale ndoda! Uze ungalibeki kuthi igazi elimsulwa,+ ekubeni wena Yehova wenze ngokuvumelana noko uyoliswa kuko!”+

  • Mateyu 27:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 esithi: “Ndonile ngokungcatsha igazi elinobulungisa.”+ Bathi: “Kuyini oko kuthi? Zibonele!”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share