IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 25:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Yaye nimele nibadlulisele koonyana benu njengelifa labo ukuze bahlale belilifa lenu ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Ningabasebenzisa bona njengabasebenzi benu, kodwa nina nabazalwana benu, oonyana bakaSirayeli, nize ningacinezelani ngobuzwilakhe.+

  • Duteronomi 20:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Uya kwenjenjalo kuzo zonke izixeko ezikude kakhulu kuwe ezingezizo izixeko zezi ntlanga.

  • Yoshuwa 9:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Wawabiza ke uYoshuwa waza wathetha kuwo, wathi: “Bekutheni ukuze nisikhohlise, nithi, ‘Sikude kakhulu kuni,’+ kanti nihlala phakathi kwethu?+

  • Yoshuwa 9:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngako oko uYoshuwa wawamisela+ ngaloo mini ukuba abe ngabathezi beenkuni nabakhi bamanzi bendibano+ nesibingelelo sikaYehova, kude kube namhla, kwindawo athe wayinyula.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share