Numeri 31:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Bakuzisa okuthinjiweyo namaxhoba kuMoses nakuEleyazare umbingeleli nakwindibano yoonyana bakaSirayeli enkampini, emathafeni aziinkqantosi akwaMowabhi,+ angaseYordan eYeriko. Numeri 31:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Uze ukwahlule kubini oko kuthinjiweyo phakathi kwabo baye baphuma iphulo ukuze babe nenxaxheba edabini, kunye nenxalenye eseleyo yendibano.+ 2 Kronike 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UAsa nabantu ababenaye bawasukela baya kufikelela eGerare,+ yaye abo baseTiyopiya baqhubeka besiwa de akwabakho uphilayo kubo; kuba baqotywa phambi koYehova+ naphambi kwenkampu yakhe.+ Emva koko bathabatha amaxhoba amaninzi kakhulu.+ INdumiso 68:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwanookumkani bemikhosi bayasaba, bayasaba.+Ke yena lowo uhlala ekhaya, ufumana isabelo sexhoba.+
12 Bakuzisa okuthinjiweyo namaxhoba kuMoses nakuEleyazare umbingeleli nakwindibano yoonyana bakaSirayeli enkampini, emathafeni aziinkqantosi akwaMowabhi,+ angaseYordan eYeriko.
27 Uze ukwahlule kubini oko kuthinjiweyo phakathi kwabo baye baphuma iphulo ukuze babe nenxaxheba edabini, kunye nenxalenye eseleyo yendibano.+
13 UAsa nabantu ababenaye bawasukela baya kufikelela eGerare,+ yaye abo baseTiyopiya baqhubeka besiwa de akwabakho uphilayo kubo; kuba baqotywa phambi koYehova+ naphambi kwenkampu yakhe.+ Emva koko bathabatha amaxhoba amaninzi kakhulu.+