Duteronomi 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kwaye wazi kakuhle ngentliziyo yakho ukuba uYehova uThixo wakho wayekulungisa, kanye njengoko umntu emlungisa unyana wakhe.+ IMizekeliso 13:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Oyiyekileyo intonga yakhe umthiyile unyana wakhe,+ kodwa omthandayo umfunela ingqeqesho.+ IMizekeliso 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Mbethe unyana wakho ngoxa kusekho ithemba;+ uze ungakunqweneli ngomphefumlo wakho ukumbulala.+ IMizekeliso 23:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Musa ukuluyeka uqeqesho enkwenkweni.+ Ukuba uthe wayibetha ngentonga, ayisayi kufa. Hebhere 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngapha koko, sasinoobawo bethu bokwenyama bokusiqeqesha,+ yaye sasibahlonela. Asisayi kuthi na sizithobe kakhulu ngakumbi kuBawo wobomi bethu bokomoya size siphile?+
5 Kwaye wazi kakuhle ngentliziyo yakho ukuba uYehova uThixo wakho wayekulungisa, kanye njengoko umntu emlungisa unyana wakhe.+
9 Ngapha koko, sasinoobawo bethu bokwenyama bokusiqeqesha,+ yaye sasibahlonela. Asisayi kuthi na sizithobe kakhulu ngakumbi kuBawo wobomi bethu bokomoya size siphile?+