Numeri 22:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kodwa yathi ingelosi kaYehova kuBhileham: “Hamba namadoda lawo;+ ke ilizwi endiya kulithetha kuwe uze uthethe lona lodwa.”+ Waqhubeka ke uBhileham ehamba neenkosana zikaBhalaki. Mika 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Owu bantu bam, khanincede,+ nikhumbule oko uBhalaki ukumkani wakwaMowabhi wakucebayo,+ noko uBhileham unyana kaBhehore wamphendula ngako.+ KwakuseShitim,+ ukuya kutsho eGiligali,+ ukuze izenzo zikaYehova zobulungisa zaziwe.”+
35 Kodwa yathi ingelosi kaYehova kuBhileham: “Hamba namadoda lawo;+ ke ilizwi endiya kulithetha kuwe uze uthethe lona lodwa.”+ Waqhubeka ke uBhileham ehamba neenkosana zikaBhalaki.
5 Owu bantu bam, khanincede,+ nikhumbule oko uBhalaki ukumkani wakwaMowabhi wakucebayo,+ noko uBhileham unyana kaBhehore wamphendula ngako.+ KwakuseShitim,+ ukuya kutsho eGiligali,+ ukuze izenzo zikaYehova zobulungisa zaziwe.”+