1 Samuweli 30:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wathi ke uDavide kuyo: “Uya kundisa na kula matutu?” Yathi yona: “Ndifungele+ ngoThixo ukuba akuyi kundibulala, nokuba akuyi kundinikezela esandleni senkosi yam,+ yaye ndiya kukusa kula matutu.”
15 Wathi ke uDavide kuyo: “Uya kundisa na kula matutu?” Yathi yona: “Ndifungele+ ngoThixo ukuba akuyi kundibulala, nokuba akuyi kundinikezela esandleni senkosi yam,+ yaye ndiya kukusa kula matutu.”